Notice: file_put_contents(): Write of 648 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Bongeziwe Mabandla - Ukuthanda Wena | Скачать MP3 бесплатно
Ukuthanda Wena

Ukuthanda Wena

Bongeziwe Mabandla

Альбом: Amaxesha
Длительность: 4:26
Год: 2023
Скачать MP3

Текст песни

Uthi ndithini na, xa undiphatha kanje
Lumkiswa ngawe
Kodwa zange ndimamele
Ngoba ndikuthanda mna, ngentliziyo yami yonke
Wena awunandaba
Ndim isidenge sakho
Kunzima, Kubuhlungu
Ukuthanda wena
Kuyabulala pha ngaphakathi
Ukuthanda wena
Kunzima, kubuhlungu
Ukuthanda wena
Kuyabulala pha ngaphathi
Ukuthanda wena
Kukho nto ondifundise
Ebekade ndingayazi
Uba ndim okhangela ukuthandwa nguwe
Mandithath' elithuba ngoku
Ndiqale ngami
Ngoba ngeze ndikhangele
Bude buphel' ubomi bami
Kunzima, Kubuhlungu
Ukuthanda wena
Kuyabulala ngaphakathi
Ukuthanda wena
Kunzima kubuhlungu
Ukuthanda wena
Kuyabulala pha ngaphathi
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena