Thula Moya Wam
Bulelani Koyo
4:52Ndiyakuthi ndakudinwa Akuphel’amandl’omzimba Ndiziphakamis’izandla Ndiwamkele kuw’amandla Ndiyakuthi (Ndiyakuthi ndakudinwa) Akuphel'amadl'omzimba wam (Akuphel’amandl’omzimba) Ndiziphakamis’izandla (Ndiziphakamis'izandla) Ndiwamkele (Ndiwamkele kuw’amandla) Ndiyakuthi ndakudinwa (Ndiyakuthi ndakudinwa) Akuphel'amadl'omzimba (Akuphel’amandl’omzimba) Ndiziphakamise (Ndiziphakamis'izandla) Ndiziphakamise izandla zam (Ndiwamkele kuw’amandla) Ndiyakuthi ndakudinwa Akuphel’amandl’omzimba Ndiziphakamis’izandla Ndiwamkele kuw’amandla Ndiyakuthi (Ndiyakuthi ndakudinwa) Akuphel'amadl'omzimba wam (Akuphel’amandl’omzimba) Ndiziphakamisela kuwe (Ndiziphakamis'izandla) Ndijonge kuwe wedwa (Ndiwamkele kuw’amandla) Ndiziphakamisele (Ndiziphakamis'izandla) Ndiwamkele kuw'amandla (Ndiwamkele kuw’amandla) Ndiziphakamisela (Ndiziphakamis'izandla) Ndiwamkele kuwe (Ndiwamkele kuw’amandla) Ndiziphakamisela (Ndiziphakamis'izandla) Ndiwamkele kuw'amandla (Ndiwamkele kuw’amandla)