Notice: file_put_contents(): Write of 634 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Bulelani Koyo - Ndiyabonga | Скачать MP3 бесплатно
Ndiyabonga

Ndiyabonga

Bulelani Koyo

Альбом: Enkosi Jehova
Длительность: 5:12
Год: 2016
Скачать MP3

Текст песни

Ndiyabonga baba
Ngondiphakamisa
Wandibeka endaweni
Ephakeme

Ngiyabonga baba
Ngondiphakamisa
Wandibeka endaweni
Ephakeme

Oh ndiyabonga baba
Ngondiphakamisa
Undiphakamise undibeke endaweni(Wandibeka endaweni)
Undibeka endaweni (Ephakeme)

Oh baba ndiyabonga (Ngiyabonga Jesu)
Ndiyabonga jesu (Ngondiphakamisa)
Ngondibeka endaweni (Wandibeka endaweni)
Wandibeka endaweni ephakamile (Ephakeme)

Oh baba ngiyabonga (Ngiyabonga Jesu)
Ndiyabonga jesu (Ngondiphakamisa)
Ngondibeka endaweni (Wandibeka endaweni)
Wandibeka endaweni ephakamile (Ephakeme)

Oh ngiyabonga (Ngiyabonga Jesu)
Ndiyabonga jesu (Ngondiphakamisa)
Ngondibeka endaweni (Wandibeka endaweni)
Eh (Ephakeme)

Ndiyabonga baba
Wena ungiphakamisa
Wandibeka endaweni
Le ephakeme

Ndandilinyukunyuku baba
Kodwa wena wandiphakamisa
Ndandise mhadini nkosi
Kodwa wena wandiphakamisa
Ndandisesonweni baba
Wena wandiphakamisa

Oh  ndiyabonga (Ndiyabonga baba)
Ndiyabonga Jesu (Ngondiphakamisa)
Ngoba nguwe  (Wandibeka endaweni)
Wandibeka endaweni ephakamile (Ephakeme)

Oh  ndiyabonga (Ndiyabonga baba)
Ndiyabonga wena wedwa (Ngondiphakamisa)
Ngoba nguwe  (Wandibeka endaweni)
Wandibeka endaweni (Ephakeme)

Oh  ndiyabonga (Ndiyabonga baba)
Ndiyabonga Jesu (Ngondiphakamisa)
Ndiyabonga Jehova  (Wandibeka endaweni)
Wandibeka endaweni ephakamile (Ephakeme)

Oh  ndiyabonga (Ndiyabonga baba)
Oh you lifted me up (Ngondiphakamisa)
Wandiphakamisa  (Wandibeka endaweni)
Wandibeka endaweni (Ephakeme)

Seliindibeka phantsi ilizwe nkosi (Ngiyabonga baba)
Wandichola enyunywini  (Ngondiphakamisa)
Wandichola emhadini  (Wandibeka endaweni)
Wandibeka endaweni ephakamile (Ephakeme)

Oh baba ndiyabonga (Ndiyabonga Jesu)
Krestu ndibonga wena wedwa (Ngondiphakamisa)
(Wandibeka endaweni)
(Ephakeme)