Lidal' Ithongo
Camagwini
4:16Ndiyimvumi emvuleni Ndiyimvumi eyavunywayo Ndiyimvumi ndivumeni Ndingumqambi owaqanjwayo Ndilingqina lamaqhirha ndinenkenkqa andizenzanga Ndiyingoma engabhalwanga Ndiyingoma yezinyanya Ndiligagu lengo'ngoma Ndim'inkosazana bo (nguwe inkosazana) Ndithi ndim inkosazana bo ( nguwe inkosazana) Amaxhosa namaxhoba xhobani ngam ( nguwe inkosazana) Ndisuka ezantsi esinyini ndinothando ndim lo (nguwe lo) Ndim'inkosazana bo eish ( nguwe inkosazana) Ndiyimvumi emvuleni Ndiyimvumi eyavunywayo Ndiyimvumi ndivumeni Ndiyimvumi watsh'umama Ndiyimvumi zatsh'indonga Ndiyimvumi ndombeleleni Ndiyimvumi yabahlolokazi Ndiyimvumi yamahlwempu Ndiyintliziyo yentsizi eish Ndim'inkosazana bo (nguwe inkosazana) Ndithi ndim inkosazana bo ( nguwe inkosazana) Amaxhosa namaxhoba xhobani ngam ( nguwe inkosazana) Ndisuka ezantsi esinyini ndinothando ndim lo (nguwe lo) Ndim'inkosazana bo eish ( nguwe inkosazana) (nguwe inkosazana)ngoba ndim'inkosazana bo(nguwe inkosazana) Amaxhosa namaxhoba xhobani ngam ( nguwe inkosazana) Ndisuka ezantsi esinyini ndinothando ndim lo (nguwe lo) Ndim'inkosazana bo eish ( nguwe inkosa