Undikhathalele Na Uyesu
Glorious Sound
4:39Ekupheleni sakuvuya Sesibuthana ekhaya Size nezintlungu zethu Emzini omtsha khona Kwakuvuywa, kwakuvuywa (Kwakuvuywa) Akupheli ukuvuya (Akupheli) Gcoba usuku luyeza Lokubabutha bonke Iingoma zakhona zimnandi Sakubonga ngeentliziyo Sidumis'iNkosi yethu Emzini omtsha khona Kwakuvuywa, kwakuvuywa (Kwakuvuywa) Akupheli ukuvuya (Akupheli) Gcoba usuku luyeza Lokubabutha bonke Kulindele ukugcoba Izindlu zininzi khona Zalungiswa ke nguYesu Emzini omtsha khona Kwakuvuywa, kwakuvuywa (Kwakuvuywa) Akupheli ukuvuya (Akupheli) Gcoba usuku luyeza Lokubabutha bonke