Notice: file_put_contents(): Write of 645 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Selected Voices - Thixo Bawo | Скачать MP3 бесплатно
Thixo Bawo

Thixo Bawo

Selected Voices

Альбом: Sebenza Kuz'Ukuhlwa
Длительность: 3:09
Год: 2014
Скачать MP3

Текст песни

Thixo bawo nzulu yenceba
Xeshikweni ndilahleka
Ube kukukhanya
Empilweni yami
Intliziyo idakumbile
Mphefumlo wam waphukile
Zintlungu zesono
Ndiya lila ndithi
Ndibuthathaka ndedwa
Xa ndinawe ndoyisa
Ndibuthathaka ndedwa
Xa ndinawe ndoyisa

Umthwalo wam ndiw'phosa kuwe
Zilingo neziphosiso
Hlamba izono zam
Zenze zibe mhlophe
Lonk' ixesha ndikubiza
Sabela undisindise
Susa iinkathazo
Endleleni yami
Ndotshabalala ndedwa
Ngawe ndiyosindiswa
Ndotshabalala ndedwa
Ngawe ndiyosindiswa

Somandla Simakade (Somandla, Sonini nanini na)