Impumelelo
Mandisi Dyantyis
3:52Safik’ isigidimi sathi umama usishiyile Emveni kwethutshana lokugula kancinci Safik’ isigidimi sathi umama akekho Even kwethutshana lokugula kancinci Mna bendibanda konwabisa Bendibanda kusebenzela Bendibanda kubonisa Imisebenzi yezandla zakho Mama bendibanda konwabisa Bendibanda kusebenzela Bendibanda kubonisa Imisebenzi kodwa hamba mama (Hamba) Yeyeni mama (Hamba) Yeyeni mama (Hamba) Sobonana (Kwelizayo) Yeyeni mama (Hamba) Yeyeni mama (Hamba) Yeyeni mama (Hamba) Sobonana (Kwelizayo) Safik’ isigidimi sathi umama usishiyile Emveni kwethutshana lokugula kancinci Safik’ isigidimi sathi umama akekho Emveni kwethutshana lokugula kancinci Mna bendibanda konwabisa Bendibanda kusebenzela Bendibanda kubonisa Imisebenzi yezandla zakho Mama bendibanda konwabisa Bendibanda kusebenzela Bendibanda kubonisa Imisebenzi kodwa hamba mama (Hamba) Yeyeni mama (Hamba) Yeyeni mama (Hamba) Yeyeni mama (Hamba) Sobonana (Kwelizayo) Sobonana kwelizayo (Hamba) Sobonana kwelizayo (Hamba) Sobonana kwelizayo (Hamba) Sobonana (Kwelizayo) Yeyeni mama (Hamba) Yeyeni mama (Hamba) Yeyeni mama (Hamba) Sobonana (Kwelizayo) Sobonana kwelizayo (Hamba) Sobonana kwelizayo (Hamba) Sobonana kwelizayo (Hamba) Sobonana (Kwelizayo)