Number 1
Nathi
4:18Ewe ewe Ewe (Ewe kaloku nje) Ewe ewe Ewe (Makube mnandi) Ewe ewe Ewe (Ewe kaloku nje) Ewe ewe Ewe (Makube mnandi) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Jika lamanzi abe yi wine Makabe yi wine Jika lamanzi abe yiwine makabe yiwine makabe emnandi (Ndichithele ngamanzi) Jika lamanzi abe yiwine (Ndilibale ngazi ingxaki zam) Jika lamanzi abe yiwine makabe yiwine makabe emnandi Jika ilitye libe yimali Jika ilitye libe yimali makube mnandi Jika ilitye libe yimali Jika ilitye libe yimali makube mnandi Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Ewe ewe (Yebo) Yebo (Ewe kaloku nje) Ewe ewe (Yebo) Ewe (Makube mnandi) Ewe ewe (Yebo) Ewe (Ewe kaloku nje) Ewe ewe (Yebo) Ewe (Makube mnandi) Zojiku waya waya Abanye baze bayolala (Ewe kaloku) Zojiku waya waya Kuyoze kuphum'ilanga (Makubemnandi nje) Zojiku waya waya Abanye baze bayolala Zojiku waya waya Kuyoze kuphum'ilanga Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Msamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Mntong'uMsamariya (Ndiph'amanzi ndinxaniwe) Ewe ewe (Yebo) Yebo (Ewe kaloku nje) Ewe ewe (Yebo) Ewe (Makube mnandi) Ewe ewe (Yebo) Ewe (Ewe kaloku nje) Ewe ewe (Yebo) Ewe (Makube mnandi) Zojiku waya waya Abanye baze bayolala Zojiku waya waya Kuyoze kuphum'ilanga Zojiku waya waya Abanye baze bayolala Zojiku waya waya Kuyoze kuphum'ilanga