Ndiyamthanda
Ntando
5:20Uyihuyi huyihuyihuyi Uyihuyi huyihuyihuyi yhe Ngaphandle kwakho Mna andinanto ndiyize Ndicela kuhlale kunjena Ndimi ngaphambi kwakho Mna andinanto ndiyize Ndicela kuhlale kunjena Wehluka wedwa nje ntombi yam Ndiqala ukuyibona inzwakazi enjengawe Hayi abasekho abantu aba njengawe Ndiyabulela ithamsanqa ngelam Wehluka wedwa ntombi yam Ndiqala ukuyibona inzwakazi enjengawe Hayi abasekho abantu aba njengawe Ndiyabulela ithamsanqa ngelam Kukho into ethi Aph'emhlabeni Uthando yimali Ho ndiyala hayi andiyingeni londaba hayi hayi Ngob'ungowam Kukho into ethi Aph'emhlabeni Uthando yimali Oh ndiyala hayi andiyingeni londaba hayi hayi Ngob'ungowam ungowam Ngaphandle kwakho Mna andinanto ndiyize Ngoba undithanda ndinje Ndimi ngaphambi kwakho Mna andinanto ndiyize Ndicela kuhlale kunjena Wehluka wedwa nje ntombi yam Ndiqala ukuyibona inzwakazi enjengawe Hayi abasekho abantu abanjengawe Ndiyabulela ithamsanqa ngelam Wehluka wedwa ntombi yam Ndiqala ukuyibona inzwakazi enjengawe Hayi abasekho abantu abanjengawe Ndiyabulela ithamsanqa ngelam Kukho into ethi Aph'emhlabeni Uthando yimali Ho ndiyala hayi andiyingeni londaba hayi hayi Ngob'ungowam Kukho into ethi Aph'emhlabeni Uthando yimali Oh ndiyala hayi andiyingeni londaba hayi hayi Ngob'ungowam Uh uh uh uh uhh Baby wam baby wam Oh ndinje eh hey nguwe awu Ungazu undiyeke sana lwam Ungazu undilahle sthandwa sam Ntando wabantu iha Ngaphandle kwakho Andinanto ndiyize Ngoba undithanda ndinje Ndimi ngaphambi kwakho Mna andinanto ndiyize Ndicela kuhlale kunjena Wedwa ntombiyam Ndiqala ukuyibona inzwakazi enjengawe Hayi abasekho abantu abanjengawe Ndiyabulela ithamsanqa ngelam