7. Nandi Ft. Nhlahla Nciza (Feat. Nhlanhla Nciza & Nhlahla Nciza)
Ntando
4:23Bendazile (ndazile) Bendazile (ixesha lam) Ukuba bendazile (bendazile) Bendilazile (bendazile) ixhesha lam Ukba bendilazile ixesha esinalo Ngabe xesha lam ndalichitha nawe Ubu ngumhlobo wam Ubu yinto yonke kum Ndidanile uhambe kamsinyane Ndishota ngawe Spiwe mbamile Ndihleke nawe ndincokole nawe I wish ibikhona enye indlela yokuba Ubuye mngani wam Andisakhoni mna eh Ibuhlungu itliziyo yam Ho Malinga eh Kubuhlungu Ukulahlekelwa ngumntu omthandayo (asilazi ixesha esinalo) Bendingasoze mna ndidlale ngalo (kba bendilazi ixesha esinalo) Bendingasoze mna ndidlale ngalo Ukuba bendilazi ixesha esinalo Ngabe xesha lam ndalichitha nawe Ubu ngumhlobo wam Ubu yinto yonke kum Ndidanile uhambe kamsinyane Ndisashota ngawe Spiwe mbamile Ndihleke nawe ndincokole nawe I wish ibikhona enye indlela yokuba Ubuye tshomami Andisakhoni mna eh Ibuhlungu itliziyo yam Ho Malinga eh Kubuhlungu Ukulahlekelwa ngumntu omthandayo (asilazi ixesha esinalo) Bendingasoze mna ndidlale ngalo (kba bendilazi ixesha esinalo) Bendingasoze mna ndidlale ngalo Ndithi ndithi (kba bendilazi ixesha esinalo) Bendingasoze mna ndidlale ngalo (kba bendilazi ixesha esinalo) Bendingasoze mna ndidlale ngalo (kba bendilazi ixesha esinalo) Bendingasoze mna ndidlale ngalo (kba bendilazi ixesha esinalo) Bendingasoze mna ndidlale ngalo (kba bendilazi ixesha esinalo) Bendingasoze mna ndidlale ngalo (kba bendilazi ixesha esinalo) Bendingasoze mna ndidlale ngalo Hihihihi hey esinalo Bendingasoze mna ndidlale ngalo