Nguwe
Ntando
5:05Nanku umntana wase Bhofolo He ufumene impangelo erhawutini Kodwa ushiye intokazi emva Gama layo bayibiza ngonoxolo Nanku umntana wasedikeni Hee ufumene impangelo emayinini Kodwa ushiye intokazi emva Gama layo bayibiza ngonoxolo Oh noxolo wami ndithetha nje ndikhwele uloliwe Imincili yomzimba wam yonke ayikwazi kubambeka ifuna wena Cel'undithembe andikwazi kuphaphazela ndiphethe wena Ndlela le omhle kangayo Andisakhangeli ngoba ndiphethe wena Sthandwa sam ntombi yam ndizakubona ngomso ( ngomso) Ingcinga zam zohlala zinawe undikhawulele ngomso Andisakwazi nokulinda ingathi ukude ungomso Sekuphele nobuthongo akulaleki noxolo Sthandwa sam ntombi yam ndizakubona ngomso Ingcinga zam zohlala zinawe undikhawulele ngomso Andisakwazi nokulinda ingathi ukude ungomso Sekuphele nobuthongo akulaleki noxolo ( uyayiqonda) Ndithetha ngaye uba umfana wasedikeni He ufumene impangelo emayinini Imikhuba erhawutini ininzi He kuphela imali epokothweni uhleli Haibo oh ngonoxolo wam xa ndithatha umehluko ndimfanise nobisi ubufanisa nekhaya Akufani naselalini apha ababiza ijozi maboneng abanandaba nokuyibhala pantsi Sthandwa sam ntombi yam ndizakubona ngomso Ingcinga zam zohlala zinawe undikhawulele ngomso Andisakwazi nokulinda ingathi ukude ungomso Sekuphele nobuthongo akulaleki noxolo Uyayazi into emyoli Uyayazi into emyoli Wakhe wayibona into enjena Wakhe wayibona into enjena Nasemsebenzini andikhoni Ingxaki kuba ndiyakukhumbula Ndidikiwe kukubona efotweni Sthandwa sam ntombi yam ndizakubona ngomso Ingcinga zam zohlala zinawe undikhawulele ngomso (intombi yamampondo) Andisakwazi nokulinda ingathi ukude ungomso Sekuphele nobuthongo akulaleki noxolo Sthandwa sam (sthandwa sam ntombi yam ndizakubona ngomso ndidikiwe kukubona efotweni) ngcinga zam zohlala zinawe undikhawulele ngomso(Intombi yamampondo) Andisakwazi nokulinda ingathi ukude ungomso Sekuphele nobuthongo akulaleki noxolo Ndizakulinda ngomso yimlo