Notice: file_put_contents(): Write of 616 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Peacock - Nogayoyo | Скачать MP3 бесплатно
Nogayoyo

Nogayoyo

Peacock

Альбом: Nozukile
Длительность: 4:41
Год: 2014
Скачать MP3

Текст песни

Wenonagayoyo uyawaphetheni na
Ndiyawapheth' inja
Uyawayisaphi na
Ndiyawayisa dle
Ekhaya kunani na

Ndoyik' ugayoyo ekhala enxiweni
Ndafika kumoni enxanxath' inkobe
Ndathi ndikhongoze wathi sineziko
Ndaya ndalinga wandibetha ngazo
Nam ndaphindisa

Bantwana bam mme
Izani kum hayi
Yintoni yingcuka
Ihleliphi enyango
Idla ntoni isonka
Ilumelela ngantoni ngegazi
Ngumke

Bantwana bam (mme)
Izani kum (hayi)
Yintoni (yingcuka)
Ihleliphi (enyango)
Idla ntoni (isonka)
Ilumelela ngantoni (ngegazi)
Ngumke ngumke

Bantwana bam (mme)
Izani kum (hayi)
Yintoni (yingcuka)
Ihleliphi (enyango)
Idla ntoni (isonka)
Ilumelela ngantoni (ngegazi)
Ngumke ngumke

Wenonagayoyo uyawaphetheni na
Ndiyawapheth' inja
Uyawayisaphi na
Ndiyawayisa dle
Ekhaya kunani na

Ndoyik' ugayoyo ekhala enxiweni
Ndafika kumoni enxanxath' inkobe
Ndathi ndikhongoze wathi sineziko
Ndaya ndalinga wandibetha ngazo
Nam ndaphindisa

Bantwana bam mme
Izani kum hayi
Yintoni yingcuka
Ihleliphi enyango
Idla ntoni isonka
Ilumelela ngantoni ngegazi
Ngumke

Bantwana bam (mme)
Izani kum (hayi)
Yintoni (yingcuka)
Ihleliphi (enyango)
Idla ntoni (isonka)
Ilumelela ngantoni (ngegazi)
Ngumke ngumke

Bantwana bam (mme)
Izani kum (hayi)
Yintoni (yingcuka)
Ihleliphi (enyango)
Idla ntoni (isonka)
Ilumelela ngantoni (ngegazi)
Ngumke ngumke

Bantwana bam (mme)
Izani kum (hayi)
Yintoni (yingcuka)
Ihleliphi (enyango)
Idla ntoni (isonka)
Ilumelela ngantoni (ngegazi)
Ngumke ngumke

Bantwana bam (mme)
Izani kum (hayi)
Yintoni (yingcuka)
Ihleliphi (enyango)
Idla ntoni (isonka)
Ilumelela ngantoni (ngegazi)