Yivani
Selected Voices
4:49Ndithwel' igugu lonyana womntu Ndithwel' uzuko lonyana womntu Ndipheth' ukholo, udumo lwayo Linobuhlobo, nothando lwayo Ndithwel' igugu lonyana womntu Ndithwel' uzuko lonyana womntu Thwalani, nxibani isixhobo sobom Thwalani, xhobani ngesixhobo sobom Ngob' inceba yavela, ungatshabalali Yek' isikhalo, nyus' ivangeli Yek' isikhalo, nyus' ivangeli Ndithwel' igugu lonyana womntu Ndithwel' uvuyo lonyana womntu Ligcwel' ubuhle, iinceba zakhe Linevangeli, elabatsha Ndithwel' igugu lonyana womntu Ndithwel' uvuyo lonyana womntu Thwalani, nxibani isixhobo sobom Thwalani, xhobani ngesixhobo sobom Ngob' inceba yavela, ungatshabalali Yek' isikhalo, nyus' ivangeli Yek' isikhalo, nyus' ivangeli Ndithwel' igugu lonyana womntu Ndithwel' uvuyo lonyana womntu Awu mina ng'thwel igugu, ngithi mina ng'thwel igugu Baba mina ng'thwel igugu, mina ng'thwel igugu Awu mina ng'thwel igugu, mina ng'thwel igugu Intsimb' edlezinye Baba, mina ng' pheth' ivangeli Ngithi mina ng'thwel igugu yeh, mina ng'thwel igugu Ukhol' olungaka, ng' pheth' ivangeli Ngithi mina ng'thwel igugu, mina ng'thwel igugu Ngihamba neQhawe, uJesu uqobo Mina ng'thwel igugu, mina ng'thwel igugu