Ndizozisola
Semito
5:14Azange ndayibona intw’enjena Ubuhle obungaka azange ndabubona Azange ndayibona intw’enjena Ubuhle obungaka azange ndabubona Kukh’umbuzo ingaba utata wakho yena ngubani na Kukh’umbuzo ingaba mama wakho naye ngubani na Bazalwa ngubani lentaba ingathi ivela kude Ayiqalanga apha umzimba wakho nawo uyatsho Azange ndayibona intw’enjena Ubuhle obungaka azange ndabubona Azange ndayibona intw’enjena Ubuhle obungaka azange ndabubona Kodwa buqalephi ndicinga ngawe ubusuku n mini Hey ndingubani mna ozohlala ethandwa engqondweni yakho Ndohlala wen'uzamana nentliziyo yam Nayo iyathanda ukuba nawe kanjalo (Azange ndayibona intw’enjena) Ubuhle (Ubuhle obungaka azange ndabubona) Azange (Azange ndayibona intw’enjena) Amehlo am abona intwentsha (Ubuhle obungaka azange ndabubona) Azange ndayibona intw’enjena Ubuhle bakho (Ubuhle obungaka azange ndabubona) Azange mna (Azange ndayibona intw’enjena) Amehlo am abona untwentsa (Ubuhle obungaka azange ndabubona) Azange ndayibona intw’enjena