Ndizozisola
Semito
5:14Bendicinga uba uyandithanda Ndithi bendicinga uba uyandidinga Kanti ngalo lonke lonk'elixesha Udlala ngami sthandwa sam Bendicinga uba uyandithanda Bendicinga uba uyandidinga Kanti ngalo lonke lonk'elixesha Be udlala ngami sthandwa sam Weh darly wam wena sweety wam Wena wandiphoxa mna ndikuthemba nje Isikhathi esinintsi usigqiba ungekho endlini Ah kwenze njani na mina ndiyabuza Ubophi xa abantu bendihleba Nawe wandihleka ntombi ndithi kwenze njani Awu nami ngabuza nami ngaxelelwa Andisona isibhanxa mna andisona isibhanxa mna (Bendicinga uba uyandithanda) (Ndithi bendicinga uba uyandidinga) (Kanti ngalo lonke lonk'elixesha) Udlal ngami (Udlala ngami sthandwa sam) Sthandwa bendicinga (Bendicinga uba uyandithanda) Bendicinga mna (Ndithi bendicinga uba uyandidinga) Ndithi mna ndithi mna (Kanti ngalo lonke lonk'elixesha) (Udlala ngami sthandwa sam) Kudala abantu bendixelela ngawe Uma ndingekho endlini wena uhlala undivisa ubuhlungu Nami ngabuza nami ngaxelelwa Andisona isibhanxa mna andisona isibhanxa mna Ubophi xa abantu bendihleba Nawe wandihleka ntombi ndithi kwenze njani Awu nami ngabuza nami ngaxelelwa Andisona isibhanxa mna andisona isibhanxa mna (Bendicinga uba uyandithanda) (Bendicinga uba uyandidinga) Ebethi uyandithanda nam (Kanti ngalo lonke lonk'elixesha) (Udlala ngami sthandwa sam) (Bendicinga uba uyandithanda) Bendithi bendicinga (Bendicinga uba uyandidinga) (Kanti ngalo lonke lonk'elixesha) (Udlal nagami (Udlala ngami sthandwa sam) Ngumntu onjani odlala adlale nabantu abamthanda kwenze njani Ngumfazi onjani ohlezi ohleli namanye amadoda kwenze njani Kwenze njani njanii wahlala uhleli namanye amadoda kwenze njani Kwenze njani mna ndiyabuza Ngumntu onjani odlala adlale nabantu abamthanda kwenze njani Ngumfazi onjani ohlezi ohleli namanye amadoda Kwenze njani njanii wahlala uhleli namanye amadoda Kwenze njani mna ndiyabuza Hayi bendicinga (Bendicinga uba uyandithanda) Bendithi bendicinga (Bendicinga uba uyandidinga) (Kanti ngalo lonke lonk'elixesha) (Udlala ngami sthandwa sam) Bendicinga bendicinga (Bendicinga uba uyandithanda) Bendithi bendicinga (Bendicinga uba uyandidinga) (Kanti ngalo lonke lonk'elixesha) He udlala ngami (Udlala ngami sthandwa sam)