Kei Kemiseditse
Semito
6:05Uyinzwakazi ngokudalwa nangezenzo Uyinkwenkwezi ebusuku uyakhanya Ilips zakho nezi ndlebe zakho Yintoni na le ingathandeki kuwe Akukho into engathandeki la kuwe Imikhwa yakho oh nesimo sakho Amazinyo akho oh ne bala lakho Uyathandeka oh ntwazana Yintoni na le ingathandeki kuwe Akukho into engathandeki la kuwe Hoo ndakhuleka ndakhuleka ndabonisa uthando He ndakhuleka ndakhuleka ndabonisa ubuso bakho Hee ndakhuleka ndakuleka ndaboniswa amehlo akho Yintoni na le ingathandeki kuwe Akukho into engathandeki la kuwe Hoo ndakhuleka ndakhuleka ndabonisa uthando He ndakhuleka ndakhuleka ndabonisa ubuso bakho Hee ndakhuleka ndakuleka ndaboniswa amehlo akho Yintoni na le ingathandeki kuwe Akukho into engathandeki la kuwe Hayi usisithandwa sama phupho am Ngoku ndicela undithande ube ngowam Uthando lwakho lwami lonke lolwami nami Yintoni na le ingathandeki kuwe Akukho into engathandeki la kuwe Noma sekutheni na Noma sendiphi na Ndicinga ngawe Yho dali wam sthandwa sentliziyo yam Ndithi noma sendiphi na Noma sekutheni na Ndicinga ngawe Yho lovie wam sthandwa sentliziyo yam Baby baby baby baby(Ndakhuleka ndakhuleka ndabonisa uthando) He ndakhuleka ndakhuleka ndabonisa ubuso bakho Hee ndakhuleka ndakuleka ndaboniswa amehlo akho Yintoni na le ingathandeki kuwe Akukho into engathandeki la kuwe Yintoni yintoni yintoni (Ndakhuleka ndakhuleka ndabonisa uthando) Alh lovie (He ndakhuleka ndakhuleka ndabonisa ubuso bakho) Hee ndakhuleka ndakuleka ndaboniswa amehlo akho Yintoni na le ingathandeki kuwe Akukho into engathandeki kuwe Ye mani (Ndakhuleka ndakhuleka ndabonisa uthando) He ndakhuleka ndakhuleka ndabonisa ubuso bakho Hee ndakhuleka ndakuleka ndaboniswa amehlo akho Yintoni na le ingathandeki kuwe Akukho into engathandeki la kuwe