Notice: file_put_contents(): Write of 629 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Semito - Ndizakuwe Dali | Скачать MP3 бесплатно
Ndizakuwe Dali

Ndizakuwe Dali

Semito

Альбом: Ndizozisola
Длительность: 4:52
Год: 2020
Скачать MP3

Текст песни

Umsebenzi usuphelile
Isimo zithintshile
Kodwa andikhathali
Ngoba ndiyazi ndizaba nawe

Ndiza kuwe dali
Ndiza kuwe dali
Sendizoba yini na ngaphandle kwakho
Ndoba yintoni nha ngaphandle kwakho

Noba ilanga litshona
Ndihlala ndicinga ngawe
Noba ilanga liphuma
Ntliziyo yam ilangazelela wena

Ndiza kuwe dali (Oh hayi hayi hayi)
Ndiza kuwe dali
Ndiza kuwe dali (Oh hayi hayi hayi)
Ndiza kuwe dali

Sekuhlwile ubumnyama
Empilweni yam  sondela ukhanyise
Sekusele intsukwana nje sendizoba nawe
Sekusele amalanga nje

Ndiza kuwe dali
Ndiza kuwe dali (Oh hayi hayi hayi)
Noba bangathetha noba bangathula
Noba bangaqumba noba bangavuya (Oh hayi hayi hayi)
Noba imvula inganetha
Noba umsebenzi usuphelile (Oh hayi hayi hayi)

Ndiza kuwe (Ndiza kuwe dali)
Ndiyasondela (Ndiza kuwe dali)
Noba isimo singavumi (Ndiza kuwe dali)
Hayi noba andisenamali (Ndiza kuwe dali)

Baby (Ndiza kuwe dali)
Ndiza kuwe (Ndiza kuwe dali)
Noba ndiyanyonyoba (Noba bangathetha noba bangathula)
Noba bangathula (Noba bangaqumba noba bangavuya)
Noba imvula inganetha (Ngoba isimo asivumi)
Noba umsebenzi uphelile (Hayi ndiza kuwe)

Ndiza kuwe (Ndiza kuwe dali)
Ndiza kuwe (Ndiza kuwe dali)
Ndiza kuwe (Ndiza kuwe dali)
Kuwe (Ndiza kuwe dali)

Noma isimo singavumi (Ndiza kuwe dali)
Noma ndiyanyonyoba (Ndiza kuwe dali)