Sewuvele Wenzenjalo
Senzo Khumalo
4:31Mandihambe (Mandihambe) Aw nawe Jesu (Nawe Jesu) Kuzo zonke (Kuzo zonk'indlela zam) Izwi lakho (Izwi lakho) Aw mandilive (Mandilive) Lonk'ixesha (Lonk'ixesha Nkosi yam) Mandihambe (Mandihambe) Yebo nawe Jesu (Nawe Jesu) Aw kuzo zonke (Kuzo zonk'indlela zam) Izwi lakho (Izwi lakho) Yebo mandilive (Mandilive) Lonk'ixesha (Lonk'ixesha Nkosi yam) Zungoyiki (Zungoyiki) Mphefumlo wami (Mphefumlo wami) Usundikhaphi (Yondikhaphi) Yebo Nkosi yam (Nkosi yam) Oh noyana (Noyana ndingaphiki) Aw ndingaphiki (Ithi yiza emva kwam) Aw zungoyiki (Zungoyiki) Aw mphefumlo wami (Mphefumlo wami) Usundikhaphi (Yondikhaphi) Aw Nkosi (Nkosi yam) Ai ihe, ihe (Noyana ndingaphiki) Aw ndingaphiki (Ithi yiza emva kwam) Aw zungoyiki ke (Zungoyiki) Aw mphefumlo wami (Mphefumlo wami) Usundikhaphi (Yondikhaphi) Yebo Nkosi yam (Nkosi yam) Noyana (Noyana ndingaphiki) Aw ndingaphiki (Ithi yiza emva kwam) Yebo zungoyiki (Zungoyiki) Yebo mphefumlo wami (Mphefumlo wami) Aw sundikhaphi (Yondikhaphi) Yebo Nkosi yam (Nkosi yam) Oh noyana (Noyana ndingaphiki) Aw zungaphiki (Ithi yiza emva kwam)