Inkwenkwezi
Simphiwe Dana
3:53Vuthela moya, vuthela (Vuthela moya, vuthela) Zabalazile, zabalaza Nenza thina Amaphiko Zabalazile, zabalaza Oh Zabalaza zabalaza Ndine 50 tiger Ndiyothenga ngayo Eyokugcina Ndiyobona njalo (Oh Zabalaza zabalaza) Ndine BA degree Nantsi ibhaliwe Ndiyoncenga ngayo Imali yesonka (Oh Zabalaza zabalaza) Ndine C-class, ndine class Ndihlala ebackroom Emzini kamama Ndincedis’ekhaya (Zabalaza zabalaza) (Oh Zabalaza zabalaza)