Abenguni
Thandiswa
5:25Uzawundazi uba ndibhinqe ngantoni na Yewena uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni Uzawundazi uba ndibhinqe ngantoni na Ndizamlungisa (Yoh, Yoh, Yoh) Ngaphandle kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh) Lona ndizam'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh) Tyini, Ngaphandle kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh) Yabona uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni na Ngoku uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni Uzawundazi uba ndibhinqe ngantoni na Yewena uzawundazi uk'ba ndibhinqe ngantoni na Eyi ndingak'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh) Ngaphandle kwe kwebokwe(Woh, Yoh, Yoh) Yabona lona yena ndizamlungisa (Yoh, Yoh, Yoh) Ngaphandle kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh) Cause I'm an African flying machine Ungandibona xa ndithi do my thing Sukhathazeka, Zintweyincane lezo Asifuni kuthi ide ilale ibokwe aph'ekhaya Zintwezincane lezo Asifuni kuthi bude buphekwe utywala apha ekhaya Zintwezincane lezo Oh zintwezincinci lezo Eyi ndingak'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh) Ngaphandle kwe kwebokwe (Woh, Yoh, Yoh) Yabona lento yona ndizay'lungisa (Yoh, Yoh, Yoh) Ngaphandle ko tywala (Woh, Yoh, Yoh) Ye, Lento ndizay'lungisa Ngaphandle kwebokwe Ndizamlungisa Ngaphandle ko tywala Yeyi wena nhlungu kayiphele Yeyi wena bunzima (Ngoba kudala zikhala ingane zobaba) Yeyi wena nkathazo Andikoyiki, Ndiyak'funa Mm, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh Oh, Ndibhinqe ngantoni na Oh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh Oh, Ndibhinqe ngantoni na, Ye Mm, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh Yeh, Ndibhinqe ngantoni na Mmh, Oh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh, Woh Oh, Ndibhinqe ngantoni na, Ye Oh ngaphandle kwe bokwe Kuphila ngaphandle kwebokwe Ngaphandle kwe bokwe Kuphila ngaphandle kwebokwe Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh, Yeh Yeh, ndibhinqe ngantoni na Woh, Oh, Woh, Woh Woh ndibhinqe ngantoni na Woh ndibhinqe ngantoni na Bhinqe ngantoni na Yeh Yeh Ndibhinqe ngantoni na, Yeh Woh ndibhinqe ngantoni na Bhinqe ngantoni na Yeh Yeh Ndibhinqe ngantoni na, Ah Ngaphandle kwebokwe Yeh mmm, yeh mmm Woh woh mmm Yeh, Mmm Yeh, Mmm Yeh, Mmm Woh, Woh, Mmm Yeh, Mmm Yeh, Mmm Yeh, Mmm Woh, Woh, Mmm, Mmm Yeh, Mmm Yeh, Mmm Yeh, Mmm Woh, Woh, Mmm, Mmm Yoh, Yoh, Yoh Woh, Yoh, Yoh Yoh, Yoh, Yoh Woh, Yoh, Yoh Yoh, Yoh, Yoh Woh, Yoh, Yoh Yoh, Yoh, Yoh Woh, Yoh, Yoh Yoh, Yoh, Yoh Woh, Yoh, Yoh Yoh, Yoh, Yoh Woh, Yoh, Yoh Yoh, Yoh, Yoh Woh, Yoh, Yoh Yoh, Yoh, Yoh Woh, Yoh, Yoh Tyini ndambetha ngengoma Tyini ndambetha ngengoma Yey, ndambetha ngengoma Tyini ndambetha ngengoma Yey, ndambetha ngengoma, Yey