Notice: file_put_contents(): Write of 632 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/muzbon.net/system/url_helper.php on line 265
Vusi Nova - Ewe (Feat. 047) | Скачать MP3 бесплатно
Ewe (Feat. 047)

Ewe (Feat. 047)

Vusi Nova

Альбом: Manyan-Nyan
Длительность: 4:14
Год: 2018
Скачать MP3

Текст песни

Ndenz' isigqibo ngangathi
Ngakathi ayikho into engapheliyo
Andisafuni ukubhala ingoma ezibuhlungu
Andisafuni ukucula ingoma ezibuhlungu
Mna no no
This is the hardest thing I've ever had to do

Ewe ndiyakuthanda
Kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuthi
Uthando lunje
Ewe ndiyakuthanda
Kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuthi
Uthando lunje

Ndikunikile lonke uthando lwam
Ndakunika nalo ulonwabo
Kanti sthandwa sam
Why undenza njena
Ulimisile ingqondo it's fine
Ubonil' izinto azispani
But why (why) why
Why undenza njena

Ewe ndiyakuthanda
Kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuthi
Uthando lunje
Ewe ndiyakuthanda
Kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuthi
Uthando lunje

Mna ndicel' ukubuza madoda
Uthando lunjani na
Lona luvelaphi na
Mna ndicel' ukubuza madoda
Mna ndicel' ukubuza madoda
Uthando lunjani na
Lona luvelaphi na
Mna ndicel' ukubuza madoda

Ewe ndiyakuthanda
Kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuthi
Uthando lunje
Ewe ndiyakuthanda
Kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuthi
Uthando lunje

Ewe ndiyakuthanda
Kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuthi
Uthando lunje
Ewe ndiyakuthanda
Kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuthi
Uthando lunje

Ewe ndiyakuthanda
Kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuthi
Uthando lunje
Ewe ndiyakuthanda
Kodwa andikwazi ukuphila kanjena
Mna bendingayazi ukuthi
Uthando lunje