Intonga Yakho
Abantwana
3:53Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ilanga litshonile Inkomo ziyabuya Ilanga litshonile Kulayitiwe ekhaya Umama uzandibetha Utata uzanditsweba Litshonil'ilanga Ndigoduse mna Ndifun'ugoduka Alaka dudu Alaka dudu Alaka dudu Alaka dudu Alaka dudu Alaka dudu Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ilanga litshonile Inkomo zibuyile Ilanga litshonile Inkomo zibuyile Oh yini sthandwa ndiyakucela Oh yini sthandwa ndiyakucela Oh yini sthandwa ndigoduse Oh yini sthandwa ndigoduse Yinton'ufun'ukundibethisa Yinton'ufun'ukundibethisa Ho ha yini sthandwa Oh yini sthandwa Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Imizuzu nje embalwa sithandwa sam Ubungandikhumbuli na? Ubungandikhumbuli? Ubungandikhumbuli na? Ubungandikhumbuli? Oh belilide elithuba Singahlangani sithandwa sam Kodwa namhlanje side sabonana Emveni kwentsuku ezingaka Emveni kwentsuku ezingaka Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse mna Ndigoduse Ndigoduse Ndigoduse Ndigoduse