Imimoya
Nathi
3:59Thina bantu bakhe Ababizwa ngegama lakhe Masinozithoba kuye Uzakwenz'indlela Thina bantu bakhe yeah yeah Ababizwa ngegama lakhe Masinozithoba kuye Uzakwenz'indlela Uzayenz'indlela yeah Apho kubonakala khona Ingathi akusekho ndlela Yeah Uzakwenz'indlela Uzayenz'indlela hayi Apho kubonakala khona Ingathi akusekho ndlela yeah Thixo uzayenza indlela Ithemba lethu linye ngunyana kathixo Sithembele ngaye Wafela thina sonke unyana kathixo Uzakwenz'indlela Nguye awayenebango Elunzulu lokuvula amasango Uzakwenz'indlela Uzawuyenz'indlela Yeah Apho kubonakala khona Ingathi akusekho ndlela yeah Thixo uzayenza indlela Uzayenz'indlela Apho kubonakala khona Ingathi akusekho ndlela yeah Yena uzayenza indlela Yena uzayenza indlela yeah Apho kubonakala khona Ingathi akusekho ndlela yeah Yena uzayenza indlela Yena uzayenza indlela Apho kubonakala khona Ingathi akusekho ndlela yeah Yena uzakwenza indlela Undibiza mina Kumaxesha embandezelo Ndikuhlangule Kuze wena undehlukise Biza mina Kumaxesha embandezelo Ndikuhlangule Wena undizukise Yalath'indlela msindisi Sikolulwandle lubomvu Yalath'indlela msindisi Swel'ulwandle lubomvu Uzayenz'indlela Uzayenz'indlela Uzayenz'indlela Uzayenz'indlela