Andinanto
The Soil
4:46Nonzwakazi Inoba uyazi Ndikuthulel' umnqwazi Ubuhle bakho bundigqiba amazwi Nonzwakazi Inoba uyazi Ndikuthulela umnqwazi Ubuhle bakho bundigqiba amazwi Ekhaya bakubonile nyani Bakubonile ngawe Bandibuzile ndimamele Nonzwakazi ndikuthandile Ndibona mna nawe Nonzwakazi sesitshatile Ekhaya bakubonile nyani Babubonile ngawe Bandibuzile ndimamele Nonzwakazi ndikuthandile Ndibona mna nawe Nonzwakazi sesitshatile Hay ubuhle bakho Nonzwakazi Benze ndoda ithuke ingazazi Hayi ugcwel' ingcinga zalomjita Mbelukazi mna ndiyaz'fela Ndibona sitshatile mna nawe Ndibona sinosapho mna nawe We Nonzwakazi sthandwa sam Thatha nalo lwakho Lompi uthando lwami Ekhaya bakubonile nyani Babubonile ngawe Bandibuzile ndimamele Nonzwakazi ndikuthandile Ndibona mna nawe Nonzwakazi sesitshatile Ekhaya bakubonile nyhani Babubonile ngawe Bandibuzile ndimamele Nonzwakazi ndikuthandile Ndibona mna nawe Nonzwakazi sesitshatile Kant'unje ma uvuyile? Amehlo akho avela agcwali uthando Kant'unje xa uvuyile? Uncumo lwakho lutsho ngaphakathi Nonzwakazi ndikuthandile Nyani ndikuthandile Ndibona mna nawe sesitshatile Ixesha lifikile kudala ndilindile Nozwakazi kudala ndikulindile Ekhaya bakubonile nyani Babubonile ngawe Bandibuzile ndimamele Nonzwakazi ndikuthandile Ndibona mna nawe Nonzwakazi sesitshatile Ekhaya bakubonile nyani Babubonile ngawe Bandibuzile ndimamele Nonzwakazi ndikuthandile Ndibona mna nawe Nonzwakazi sesitshatile Hhaa, bubuhle obungaka Ngawethelwa ngabadala yelele Busy ukutshel' ubaba nomama Awu sengifun' ukukutshata yelele Nonzwakazi yelele Nonzwakazi Inoba uyazi Ndikuthulel' umnqwazi Ubuhle bakho bundigqiba amazwi Nonzwakazi Inoba uyazi Ndikuthulel' umnqwazi Ubuhle bakho bundigqiba amazwi Yelele Nonzwakazi wololo Nonzwakazi yelele Nonzwakazi yelele